Download as pdf or txt
Download as pdf or txt
You are on page 1of 3

Kutheni mna? Ndihlala ndizibuza.

Bendicinga ukuba ndiyimini yakho nawe ungowam


ndedwa.Bendicinga ukuba amagama ethu abhalwe
ezinkwenkwezini kwaye ndim nawe kuphela.Ewe
yinyani leyo amagama ethu abhalwe ngasentla
kodwa kwilizwe lamaphupha apho ibisithi sobabini
nje.Zange ndalurhalela uxolo njengam ngoku ungade
ungayiboni intlungu ondizwise yona kodwa ubomi
bugcwele amahla ndenyuka and I wont let that
indiwise.
Uyithathile intliziyo yam wayinika ikhaya xa kungekho
mntu uyikhathaleleyo siye saphumela kwiindawo
ezibuhlungu ndakunika umphefumlo wam
ngokubuyisela.ezingalweni zakho ndifumene ikhaya
emehlweni akho ndifumene imfesane entliziyweni
yakho ndifumene uthando kwaye kuwe umoya ofana
nowam ubungumhlobo wam wenene umhlaba wam
yonke into yamkodwa ubuyazi ukuba ngengqondo
ndiphelelwe ngumphefumlo ndigqibile
ngokwasemoyeni ndifile ngaphakathi kodwa
ngokwasemzimbeni ndiyancuma? kungokuba
ndikhala kaninzi ukuba awundikholelwa xa ndisithi
ndiyaqaqanjelwa okanye kungenxa yokuba ndiyifihle
kakuhle kangangokuba wawungaboni ukuba
ndanditshona kancinci.into ebendiyifuna
kukuqhekeza ezondonga kodwa eyona nto
bebeyenza kukundophula. I trusted you to a point
where I would protect you in in the presence of
others ubuxoki bakho baba yinyaniso yam nangona
emazantsi ezantsi bendisazi ukuba uyaxoka
bendifuna utshintshe kabuhlungu noba
ibingengowakho kodwa ngenxa yam. THINA.
bandixelela ukuba bandilumkisile kodwa ndawavala
amehlo, nabathile ndawasika ngenxa yakho kodwa
jonga ngoku ndisisibhanxa sowundihlube yonke into
kodwa aleast undishiye nesidima sam siphelele.
I loved you and ubusithi uyandithanda as well a lot to be
exact.But mva nje I have been slowly fading into this cruel
punishment for loving you ndiziva ndivalelwe egumbini
elibhalwe igama lam qha emnyango.
Ubuxoki bakho bundibangele kakhulu kangangokuba
andisaziboni elona xesha lide ndiphila le nto ubizwa
ngokuba yinyani kodwa eyakhelwe phezu kwesiseko
sobuxoki endathi ndacinga ukuba bobam kwaye
ndizilahlekele kubo. .

You might also like