Download as docx, pdf, or txt
Download as docx, pdf, or txt
You are on page 1of 2

ISICWANGCISO SESIFUNDO SESIXHOSA ULWIMI LWENKOBE/ LOKUQALA

Isikolo: leiden primary Ibakala: lesi-6 Umhla: 27/03/2024

Isifundo: umbongo Iveki: Yoku-3-4 Ixesha: 08:00

Isakhono/izakhono eziphuhliswayo: Sifumaneka kuCAPS (ukufunda nokubukela)

1. Isihloko somxholo wesifundo Umbongo (gcina imipha )

2. Iinjongo eziphambili 1. Ukuchonga imvano siphelo


(zifumaneka phantsi kweso 2. Ukuchonga izifaniso
sakhono) 3. Ukusebenzisa isichasi magma

3. Imibuzo etshayelela isifundo. 1. Ucinga ukuba yintoni umbongo?


2. Siwubona ngantoni umbongo?
3. Ucinag ukuba ludidi luni lombomgo
olu?
4. Isihloko salo mbongo sithi uzakuthetha
ngantoni?
5. Zintoni esithi sisizifumane kumbongo?

6. Ulwazi oluza kufunyanwa - Abafundi bazakufumana ulwazi


ngabafundi malunga nokuhlalutya umbongo.
nokwazi izafobe zemibongo kunye ndidi
zemibongo besebenzisa indlela
efanekileyo yokuphicotha.
- Abafundi bazakufumana ulwazi
olunzulu ngentsingiselo yalombongo.
7. Izixhobo eziza kusetyenziswa 1. Caps doc
2. Umbongo (gcina imipha)
3. Onotsheluza

8. Isishwankathelo semisebenzi Kwesisifundo Imibuzo


nendima yabafundi abafundi baza
(baza kwenza ntoni kuqala bafunde 1. Chonga izivakalisi
abafundi?) umbongo bandule ezine mvano
ukuchonga izafobe siphelo
ezifumanekayo, 2. Ngawaphi
bencediswa
amagama amatsha
ngutitshalakazi
umzekelo: imvano oqalayo ukuwava
siphelo, izifaniso kulo mbongo?
kunye Bhala abe mabini.
nokusebenzisa 3. Chonga izifaniso
izichazi magama. ezikhoyo
Abafundi baza kulombongo?
kufunda 4. Chaza ukuba
ukuhlalutya yintoni efaniswe
umbongo
nantoni kwaye
nempawu
emabanzijonga luphi unxulumano
embongweni kuze kwezizinto zimbini
bazi udidi zifanisiweyo?
lombongo.
9. Ushwankathelo lwesifundo Ukushwankathela izfundo sanamhlanje,
ngutitshala okanye abafundi sithethile ngeendidi zezafobe esithi sizifumane
embongweni kwakunye nentlobo ngentlobo
zemibongo. Sikwathetha nangendidi zombongo
ngamnye nesihloko salombongo.

10. Imiceli-mngeni Abafundi banokubhideka zezinye izafobe


ezifana nezikweko kunye nezifaniso ngoko ke
yenye yemiceli mngeni abanokudibana nayo xa
behlalutya umbongo.
Kuza kunyanzeleka ukuba abanye abafundi
basebenzisane ukucaciselana ngaloo miceli
mngeni, ukuze bakwazi ukuphuhlisa ulwazi
lwabo.

11. Izinto eziza kwenziwa Utitshala uza kunika abafundi iphepha


ukukhawulelana nemiceli- elinemizekelo yezikweko kunye nezifaniso kuze
mngeni babone umehluko

12. Umsebenzi wasekhaya Abafundi baza kuya kuhlalutya umbongo


bancediswe emakwabo ukuqala kwisitanza
sokuqala ukuyokutsho kwesokugqibela

13. Indlela yokuhlola umsebenzi Umsebenzi uza kuhlolwa ngu titshala senze
wasekhaya izilungiso sonke.
(uza kusebenzisa ntoni
ukuwukamisha?)

You might also like